Uyohane 4:35 Ibhayibhile (XHO96)

“Anitsho na ukuthi: ‘Kusele iinyanga ezine, kuvunwe’? Niyabona, ndithi kuni, inene, wakhangeleni kakuhle amasimi; nophawula ukuba akulungele ukuvunwa.

Uyohane 4

Uyohane 4:29-43