Uyohane 4:23 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa kuza ixesha, kwaye selikho, abaya kuthi ngalo abanquli benene bamnqule ngoMoya benyanisile uBawo, kuba uBawo ufuna abantu abamkhonza ngolo hlobo.

Uyohane 4

Uyohane 4:19-28