Uyohane 4:22 Ibhayibhile (XHO96)

Nina maSamariya ninqula eningakwaziyo. Thina maJuda sinqula esikwaziyo, kuba kakade kukwaJuda apho usindiso luphuma khona.

Uyohane 4

Uyohane 4:12-26