Uyohane 4:14 Ibhayibhile (XHO96)

Ke yena othe wawasela amanzi endiya kumpha wona mna, soze anxanwe naphakade. Amanzi endiya kumnika wona, aya kuba ngumthombo ompompoza kuye, emnika obona bomi bungenasiphelo.”

Uyohane 4

Uyohane 4:7-24