Uyohane 4:12 Ibhayibhile (XHO96)

Ngaba wena umkhulu na kunokhokho wethu uYakobi, owasinika eli qula, awayesela kulo ngokwakhe kwakunye noonyana bakhe nempahla yakhe?”

Uyohane 4

Uyohane 4:7-17