Uyohane 4:10 Ibhayibhile (XHO96)

Waphendula uYesu wathi kuye: “Ukuba ubusazi isipho uThixo afuna ukukupha sona, ùmazi ukuba ngubani na lo ucela amanzi kuwe, ngewucele kuye wena, aze yena akuphe amanzi aphilileyo.”

Uyohane 4

Uyohane 4:6-19