Uyohane 3:34-36 Ibhayibhile (XHO96)

34. Kaloku ethunyiwe nje nguThixo, uthetha amazwi kaThixo, kuba uThixo umnika uMoya wakhe ngokungenamlinganiselo.

35. UYise uyamthanda uNyana; zonke izinto uzinikele esandleni sakhe.

36. Othe wakholwa kuNyana, unobomi obungonaphakade. Othe akamthobela uNyana, akayi kubona bomi; ingqumbo kaThixo ihlala ihleli phezu kwakhe.”

Uyohane 3