Uyohane 3:19 Ibhayibhile (XHO96)

Imbangi yesi sigwebo nantsi: Ukukhanya kufikile ehlabathini, baza abantu bathanda ubumnyama ngaphezu kokukhanya, kuba izenzo zabo zikhohlakele.

Uyohane 3

Uyohane 3:10-28