Uyohane 3:16 Ibhayibhile (XHO96)

Kaloku uThixo ihlabathi ulithande kangangokuba ude wancama uNyana okuphela kwakhe, ukuze wonke umntu ozinikele kuye ngokupheleleyo angatshabalali, koko abe nobona bomi bungenasiphelo.

Uyohane 3

Uyohane 3:8-23