Uyohane 21:3 Ibhayibhile (XHO96)

Waza wathi kubo uSimon Petros: “Ndisaya kuloba.”Baza bathi kuye: “Nathi sohamba nawe.” Baya ke bekhwele isikhitshana, kodwa àbabamba nto ngobo busuku.

Uyohane 21

Uyohane 21:2-8