Uyohane 21:20 Ibhayibhile (XHO96)

Wakhangela ngasemva uPetros, wabona laa mfundi wayethandwa nguYesu elandela, lowa wayehleli ecaleni kukaYesu esidlweni, waza wabuza kuYesu ukuba ngubani na owayeza kumngcatsha.

Uyohane 21

Uyohane 21:18-24