Uyohane 21:17 Ibhayibhile (XHO96)

Wathi kuye okwesithathu uYesu: “Simon, nyana kaYohane, uyandithanda na?”Wev' intw' embi uPetros ebuzwa okwesithathunje nguYesu esithi: “Uyandithanda na?” Waza wathi kuYesu: “Nkosi, izinto zonke uyazazi; uyazi ukuba ndiyakuthanda.”Wathi kuye uYesu: “Yondla iigusha zam.

Uyohane 21

Uyohane 21:9-25