Uyohane 21:1 Ibhayibhile (XHO96)

Emva koko uYesu waphinda wazibonakalisa kubafundi bakhe ngakuLwandle lwaseTibheriya. Kwahamba ngolu hlobo ukuzibonakalisa kwakhe:

Uyohane 21

Uyohane 21:1-4