Uyohane 20:31 Ibhayibhile (XHO96)

Ezi ke izinto zibhalelwe ukuze nikholwe ukuba uYesu unguye *uKrestu, uNyana kaThixo; nokuze nithi nikholwa, nibe nobomi ngenxa yegunya legama lakhe.

Uyohane 20

Uyohane 20:22-31