Uyohane 20:19 Ibhayibhile (XHO96)

Ngokuhlwa ngaloo mini yeCawe abafundi babehlangene, bezivalile iingcango kuba besoyika amaJuda. Wafika uYesu, wema phakathi kwabo, wathi: “Uxolo malube nani.”

Uyohane 20

Uyohane 20:9-25