Uyohane 20:17 Ibhayibhile (XHO96)

Waza wathi uYesu: “Sukundibamba, kuba andikenyuki ndiye kuBawo. Hamba uye kuxelela abahlobo bam ukuba sendinyuka, ndisiya kuBawo okwanguYihlo, uThixo wam okwanguThixo wenu.”

Uyohane 20

Uyohane 20:10-21