Uyohane 20:15 Ibhayibhile (XHO96)

Wathi kuye uYesu: “Ulilela ntoni, wethu? Ufuna bani?”Ecinga ukuba ngumgcini-sitiya, wathi kuye: “Ndixelele, mnumzana, apho umbeke khona, ukuba umsusile, ze ndiye kumthatha.”

Uyohane 20

Uyohane 20:10-22