Uyohane 2:10 Ibhayibhile (XHO96)

yathi kuye: “Idla ngokukhutshwa kuqala iwayini elungileyo, kuthi zakuba zisele zanela iindwendwe, kukhutshwe enganeno. Kodwa wena uyigcine kwada kwangoku eyona wayini ilungileyo.”

Uyohane 2

Uyohane 2:4-14