Uyohane 19:3-5 Ibhayibhile (XHO96)

3. amana esithi kuye: “Aa! Kumkani wamaJuda!” Aza ambetha.

4. Waphinda uPilato waphuma, wathi kumaJuda: “Niyabona, ndimzisa kuni, ukuze niqonde ukuba andifumani tyala kuye konke.”

5. Waphuma ke uYesu, ethwele isithsaba sameva, ambethe ingubo ebomvu. UPilato wathi kumaJuda: “Nanko ke!”

Uyohane 19