Uyohane 19:28 Ibhayibhile (XHO96)

UYesu wayesazi ngoku okokuba konke kugqityiwe ukuba kuzalisekiswe okuxelwe *eziBhalweni, waza wathi: “Ndinxaniwe.”

Uyohane 19

Uyohane 19:19-30