Uyohane 19:12 Ibhayibhile (XHO96)

UPilato kwaba kukhona afuna ukumkhulula, kodwa amaJuda adanduluka esithi: “Ukuba uyamkhulula lo mntu, uya kuba akukho *ngakuKhesare. Kaloku umntu ozenza ukumkani, uchasa uKhesare.”

Uyohane 19

Uyohane 19:2-13