Wathi kuye uPilato: “Yintoni yona inyaniso?”Emva kokuba etshilo waphuma uPilato, waya kumaJuda, wathi kuwo: “Mna andifumani tyala kuye konke.