Uyohane 18:37 Ibhayibhile (XHO96)

UPilato wathi kuye: “Ke, ungukumkani?”Waphendula uYesu wathi: “Liphuma kuwe eli lithi ndingukumkani. Mna ndithi ndizalelwe ukungqinela inyaniso; ndizele loo nto kanye ehlabathini. Nabani na ongowenyaniso uyaliva ilizwi lam.”

Uyohane 18

Uyohane 18:27-38