Uyohane 18:36 Ibhayibhile (XHO96)

Wathi ke yena uYesu: “Asibobeli hlabathi ubukhosi bam. Xa bekunjalo amaphakathi am ebeya kundilwela, ukuze ndingabanjwa ngamaJuda, kodwa ke asibobalapha ubukhosi bam.”

Uyohane 18

Uyohane 18:30-40