Uyohane 18:18 Ibhayibhile (XHO96)

Kwakubanda; ke ngoko izicaka nabagadi *bendlu kaThixo babebase imbawula, beyingqongile, besotha. UPetros waya wema kunye nabo, wotha.

Uyohane 18

Uyohane 18:9-26