Uyohane 18:1 Ibhayibhile (XHO96)

Emva kwalo mthandazo uYesu wawelela ngaphesheya komlanjana iKedron, ehamba nabafundi bakhe. Kwakukho igadi kuloo ndawo; uYesu wangena kuyo kunye nabafundi bakhe.

Uyohane 18

Uyohane 18:1-9