Uyohane 17:25 Ibhayibhile (XHO96)

Bawo olilungisa, ihlabathi alikwazi. Mna ndiyakwazi, yaye naba bayaqonda ukuba ndithunywe nguwe.

Uyohane 17

Uyohane 17:18-26