Uyohane 16:7 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa ndinixelela inyaniso; kunilungele ukuba ndimke. Ukuba andithanga ndemka, akayi kuza kuni uMmeli; kodwa ukuba ndithe ndemka, ndiya kumthumela kuni.

Uyohane 16

Uyohane 16:1-9