Ndinixelela ezi zinto ukuze kuthi, lakufika ixesha lokuba ezi zinto bazenze, nikhumbule okokuba ndandinixelele.”“Ekuqaleni andinixelelanga ezi zinto, kuba bendikunye nani.