Uyohane 16:21 Ibhayibhile (XHO96)

Umfazi uba sezintlungwini lakufika ixesha lokuba azale. Kodwa akuba emzele umntwana akabi sazikhumbula ezo ntlungu, kuphela nje uba novuyo kuba kuzelwe umntu ehlabathini.

Uyohane 16

Uyohane 16:20-23