Uyohane 16:20 Ibhayibhile (XHO96)

Ndithi kuni, inene, niya kulila nenze isijwili, kodwa ihlabathi lona liya kuvuya. Niya kuxhalaba, kodwa ukuxhalaba kwenu kojika kube luvuyo.

Uyohane 16

Uyohane 16:10-27