Uyohane 16:19 Ibhayibhile (XHO96)

UYesu wayesazi okokuba bafuna ukumbuza, waza wathi kubo: “Niyabuzana na ngale nto yokuba ndithe kwakufutshane anisayi kuba sandibona, kuthi kwakufutshane emva koko niphinde nindibone?

Uyohane 16

Uyohane 16:17-21