Uyohane 16:13 Ibhayibhile (XHO96)

Xa ke athe wafika yena uMoya wenyaniso, uya kunikhokelela kuyo yonke inyaniso. Akayi kuthetha ngegunya elilelakhe, koko uya kuthetha izinto azivileyo, anichazele izinto ezizayo.

Uyohane 16

Uyohane 16:9-16