Uyohane 16:1-2 Ibhayibhile (XHO96)

1. “Ndinixelele ezi zinto ukuze ningahlehli elukholweni.

2. Niya kusikwa *ezindlwini zesikhungo; ewe, kuya kufika ixesha lokuba bonke abanibulalayo bacinge ukuba bakhonza uThixo ngokwenjenjalo.

Uyohane 16