Uyohane 15:6 Ibhayibhile (XHO96)

Ongahlali emanyene nam uyalahlwa, afane nesebe elilahliweyo laza loma. Amasebe anjalo ayaqokelelwa, aphoswe emlilweni atshe.

Uyohane 15

Uyohane 15:1-15