Uyohane 15:5 Ibhayibhile (XHO96)

“Ndim umdiliya; nina ningamasebe. Ohlala emanyene nam, ndibe mna ndihleli ndimanyene naye, uya kuvelisa iziqhamo ezininzi. Kaloku aninakwenza nento le nahlukene nam.

Uyohane 15

Uyohane 15:1-13