Uyohane 15:24 Ibhayibhile (XHO96)

Ukuba babengandibonanga ndisenza imisebenzi engazange yenziwa mntu, ngebengabanga natyala; kodwa bayibonile imisebenzi yam, kanti noko bandithiyile mna, bamthiyile naye uBawo.

Uyohane 15

Uyohane 15:14-27