Uyohane 13:36 Ibhayibhile (XHO96)

USimon Petros wabuza kuYesu wathi: “Uza kuya phi na, Nkosi?”Waphendula uYesu wathi: “Apho ndiya khona akukabi nakuya okwangoku, kodwa wobe ulandele.”

Uyohane 13

Uyohane 13:28-38