Uyohane 13:33 Ibhayibhile (XHO96)

Bantwana bam, liphelile ixesha lam phakathi kwenu. Niya kundifuna, kodwa oko ndakuthethayo kumaJuda ndikuthetha nakuni ngoku, ndisithi: ‘Apho mna ndiya khona, aninakuya nina.’

Uyohane 13

Uyohane 13:26-37