Uyohane 13:27 Ibhayibhile (XHO96)

Kwathi kwangoko akulamkela elo qhekeza lesonka uJudas, wangenwa nguSathana. Waza wathi kuye uYesu: “Khawulezisa uyenze into oyenzayo.”

Uyohane 13

Uyohane 13:22-37