Uyohane 13:18 Ibhayibhile (XHO96)

“Andibhekisi kuni nonke. Ndiyabazi abo ndibanyulileyo, kodwa imelwe kukuzaliseka le ndawo eziBhalweni ithi: ‘Lowo utyayo kunye nam undivukele.’

Uyohane 13

Uyohane 13:13-25