Uyohane 12:44 Ibhayibhile (XHO96)

Watsho ngelivakalayo uYesu, wathi: “Lowo ukholwayo kum, akakholwa kum nje kodwa, koko ukholwa nakulowo undithumileyo.

Uyohane 12

Uyohane 12:39-50