Ke ngoko ndithi: ‘Bawo, zibonakalise into oyiyo wena.’ ”Kwavakala ilizwi, liphuma ezulwini, lisithi: “Ndizibonakalisile, ndibe ndisaya kuphinda ndizibonakalise.”