Uyohane 12:16 Ibhayibhile (XHO96)

Abafundi bakhe abazange bayiqonde le nto kuqala, kodwa kwathi akuba uYesu evukile ekufeni, bakhumbula okokuba iziBhalo ziyakuxela oku, bakhumbula nokokuba bamenzele oku kanye.

Uyohane 12

Uyohane 12:14-24