Uyohane 11:32 Ibhayibhile (XHO96)

UMariya waya kulaa ndawo wayekuyo uYesu, wafika waziphosa ezinyaweni zakhe, wathi kuye: “Nkosi, ukuba ubukho, ngengabhubhanga umnakwethu.”

Uyohane 11

Uyohane 11:27-36