Uyohane 11:31 Ibhayibhile (XHO96)

Ke amaJuda lawo awayekunye noMariya endlwini, eze kukhuza, athi akubona ephakama kamsinya, aphuma amlandela. Ayeba uya kulila engcwabeni.

Uyohane 11

Uyohane 11:26-34