Uyohane 10:33 Ibhayibhile (XHO96)

Aphendula amaJuda athi: “Asifuni kukugibisela ngamatye ngenxa yanto ilungileyo uyenzileyo; kungenxa yokuba unyelisa uThixo. Ungáthini, ungumntu nje, ukusuka uzenze uThixo?”

Uyohane 10

Uyohane 10:29-34