Uyohane 1:45 Ibhayibhile (XHO96)

UFilipu wadibana noNataniyeli, wathi kuye: “Simbonile lowo uMosis wabhala ngaye *emthethweni, ekwâbhalwa ngaye *nangabashumayeli. NguYesu, unyana kaJosefu waseNazarete.”

Uyohane 1

Uyohane 1:38-50