Uyohane 1:21 Ibhayibhile (XHO96)

Bambuza besithi: “Ungubani ke? Ngaba unguEliya?”Yena wathi: “Hayi andinguye.”Bona bathi: “Ngaba unguye laa Mshumayeli?”Waphendula wathi: “Hayi, andinguye.”

Uyohane 1

Uyohane 1:12-23