Uyohane 1:18 Ibhayibhile (XHO96)

Akukho namnye umntu owakha wambona uThixo. Abantu bamazi uThixo ngokumaziswa nguNyana okukuphela kwakhe, yena okwanguThixo, ohlala ehleli esenyongweni kuYise.

Uyohane 1

Uyohane 1:12-26